Mateyu 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kaloku uHerode wambamba uYohane, wambopha, wamfaka entolongweni ngenxa kaHerodiya umfazi kaFilipu umntakwabo.+ Luka 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa uHerode umlawuli wesithili, kuba wayesohlwaywa nguye ngokuphathelele uHerodiya umfazi womntakwabo nangokuphathelele zonke izenzo zokungendawo awazenzayo uHerode,+
3 Kaloku uHerode wambamba uYohane, wambopha, wamfaka entolongweni ngenxa kaHerodiya umfazi kaFilipu umntakwabo.+
19 Kodwa uHerode umlawuli wesithili, kuba wayesohlwaywa nguye ngokuphathelele uHerodiya umfazi womntakwabo nangokuphathelele zonke izenzo zokungendawo awazenzayo uHerode,+