Mateyu 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku akuva ukuba uYohane ubanjiwe,+ wemka waya eGalili.+ Marko 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba uHerode ngokwakhe wathumela waza wambamba uYohane wamfaka entolongweni ngenxa kaHerodiya umfazi kaFilipu umntakwabo, kuba wayemtshatile.+ Luka 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa uHerode umlawuli wesithili, kuba wayesohlwaywa nguye ngokuphathelele uHerodiya umfazi womntakwabo nangokuphathelele zonke izenzo zokungendawo awazenzayo uHerode,+
17 Kuba uHerode ngokwakhe wathumela waza wambamba uYohane wamfaka entolongweni ngenxa kaHerodiya umfazi kaFilipu umntakwabo, kuba wayemtshatile.+
19 Kodwa uHerode umlawuli wesithili, kuba wayesohlwaywa nguye ngokuphathelele uHerodiya umfazi womntakwabo nangokuphathelele zonke izenzo zokungendawo awazenzayo uHerode,+