IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 14:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kaloku uHerode wambamba uYohane, wambopha, wamfaka entolongweni ngenxa kaHerodiya umfazi kaFilipu umntakwabo.+

  • Marko 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Emva kokuba uYohane ebanjiwe uYesu waya eGalili,+ eshumayela iindaba ezilungileyo zikaThixo+

  • Marko 6:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba uHerode ngokwakhe wathumela waza wambamba uYohane wamfaka entolongweni ngenxa kaHerodiya umfazi kaFilipu umntakwabo, kuba wayemtshatile.+

  • Luka 3:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 wongeza kwanesi kuzo zonke ezo zenzo: wamtshixela entolongweni+ uYohane.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share