Mateyu 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wachukumisa isandla sakhe,+ waphela umkhuhlane, waza wasukuma, wamlungiselela.+ Luka 4:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngoko wema phezu kwakhe waza wawukhalimela umkhuhlane,+ waphela. Ngephanyazo waphakama waza wabalungiselela.+
39 Ngoko wema phezu kwakhe waza wawukhalimela umkhuhlane,+ waphela. Ngephanyazo waphakama waza wabalungiselela.+