Mateyu 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Akuba ezindulule izihlwele, wenyuka waya entabeni yedwa ukuze athandaze.+ Kwahlwa eyedwa khona apho. Marko 14:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngoko bafika kwindawo egama liyiGetsemane, yaye wathi kubafundi bakhe: “Hlalani phantsi apha ngoxa ndithandaza.”+ Hebhere 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngemihla yenyama yakhe [uKristu] wanikela izikhungo kwanezibongozo+ kuLowo wayekwazi ukumsindisa ekufeni, esitsho ngezikhalo ezinamandla+ neenyembezi, yaye waviwa ngokukholekileyo ngenxa yoloyiko lwakhe lobuthixo.+
23 Akuba ezindulule izihlwele, wenyuka waya entabeni yedwa ukuze athandaze.+ Kwahlwa eyedwa khona apho.
32 Ngoko bafika kwindawo egama liyiGetsemane, yaye wathi kubafundi bakhe: “Hlalani phantsi apha ngoxa ndithandaza.”+
7 Ngemihla yenyama yakhe [uKristu] wanikela izikhungo kwanezibongozo+ kuLowo wayekwazi ukumsindisa ekufeni, esitsho ngezikhalo ezinamandla+ neenyembezi, yaye waviwa ngokukholekileyo ngenxa yoloyiko lwakhe lobuthixo.+