Marko 6:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Kodwa emva kokuthi ndlela-ntle kuso waya entabeni ukuze athandaze.+ Luka 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ekuhambeni kweentsuku waphuma waya kuthandaza entabeni,+ yaye waqhubeka ethandaza kuThixo ubusuku bonke.+ Luka 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kamva, ngoxa wayethandaza eyedwa, abafundi babuthelana kuye, waza wababuza, esithi: “Izihlwele zithi ndingubani na?”+
12 Ekuhambeni kweentsuku waphuma waya kuthandaza entabeni,+ yaye waqhubeka ethandaza kuThixo ubusuku bonke.+
18 Kamva, ngoxa wayethandaza eyedwa, abafundi babuthelana kuye, waza wababuza, esithi: “Izihlwele zithi ndingubani na?”+