Mateyu 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, wena, xa uthandaza, ngena egumbini lakho langasese+ uze, wakuba uluvalile ucango lwakho, uthandaze kuYihlo osemfihlekweni;+ yaye uYihlo okhangela emfihlekweni uya kukubuyekeza. Mateyu 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Akuba ezindulule izihlwele, wenyuka waya entabeni yedwa ukuze athandaze.+ Kwahlwa eyedwa khona apho. Marko 1:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kwathi ngonyezi, ngoxa kwakusemnyama, wavuka waphuma phandle waza wemka waya kwindawo engasese,+ wathandaza khona apho.+ Luka 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ekuhambeni kweentsuku waphuma waya kuthandaza entabeni,+ yaye waqhubeka ethandaza kuThixo ubusuku bonke.+
6 Noko ke, wena, xa uthandaza, ngena egumbini lakho langasese+ uze, wakuba uluvalile ucango lwakho, uthandaze kuYihlo osemfihlekweni;+ yaye uYihlo okhangela emfihlekweni uya kukubuyekeza.
23 Akuba ezindulule izihlwele, wenyuka waya entabeni yedwa ukuze athandaze.+ Kwahlwa eyedwa khona apho.
35 Kwathi ngonyezi, ngoxa kwakusemnyama, wavuka waphuma phandle waza wemka waya kwindawo engasese,+ wathandaza khona apho.+
12 Ekuhambeni kweentsuku waphuma waya kuthandaza entabeni,+ yaye waqhubeka ethandaza kuThixo ubusuku bonke.+