Mateyu 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, wena, xa uthandaza, ngena egumbini lakho langasese+ uze, wakuba uluvalile ucango lwakho, uthandaze kuYihlo osemfihlekweni;+ yaye uYihlo okhangela emfihlekweni uya kukubuyekeza. Marko 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye wenyuka intaba waza wabiza abo wayebafuna,+ baya kuye.+
6 Noko ke, wena, xa uthandaza, ngena egumbini lakho langasese+ uze, wakuba uluvalile ucango lwakho, uthandaze kuYihlo osemfihlekweni;+ yaye uYihlo okhangela emfihlekweni uya kukubuyekeza.