Luka 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ekuhambeni kweentsuku waphuma waya kuthandaza entabeni,+ yaye waqhubeka ethandaza kuThixo ubusuku bonke.+ Luka 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke wababizela ndawonye abalishumi elinesibini waza wabanika amandla negunya phezu kwazo zonke iidemon nokuphilisa izifo.+
12 Ekuhambeni kweentsuku waphuma waya kuthandaza entabeni,+ yaye waqhubeka ethandaza kuThixo ubusuku bonke.+
9 Wandula ke wababizela ndawonye abalishumi elinesibini waza wabanika amandla negunya phezu kwazo zonke iidemon nokuphilisa izifo.+