Mateyu 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye, khangela! kweza umntu oneqhenqa+ waza waqubuda kuye, esithi: “Nkosi, ukuba nje uyathanda, unako ukundenza ndihlambuluke.” Luka 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngesinye isihlandlo ngoxa wayekwesinye sezixeko, khangela! umntu ozele liqhenqa! Xa wabona uYesu wawa ngobuso waza wambongoza, esithi: “Nkosi, ukuba nje uyathanda, unako ukundenza ndihlambuluke.”+
2 Kwaye, khangela! kweza umntu oneqhenqa+ waza waqubuda kuye, esithi: “Nkosi, ukuba nje uyathanda, unako ukundenza ndihlambuluke.”
12 Ngesinye isihlandlo ngoxa wayekwesinye sezixeko, khangela! umntu ozele liqhenqa! Xa wabona uYesu wawa ngobuso waza wambongoza, esithi: “Nkosi, ukuba nje uyathanda, unako ukundenza ndihlambuluke.”+