Mateyu 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye, khangela! kweza umntu oneqhenqa+ waza waqubuda kuye, esithi: “Nkosi, ukuba nje uyathanda, unako ukundenza ndihlambuluke.” Marko 1:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kweza oneqhenqa kuye, embongoza ede waguqa ngedolo, esithi kuye: “Ukuba nje uyathanda, unako ukundenza ndihlambuluke.”+
2 Kwaye, khangela! kweza umntu oneqhenqa+ waza waqubuda kuye, esithi: “Nkosi, ukuba nje uyathanda, unako ukundenza ndihlambuluke.”
40 Kweza oneqhenqa kuye, embongoza ede waguqa ngedolo, esithi kuye: “Ukuba nje uyathanda, unako ukundenza ndihlambuluke.”+