Mateyu 24:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 “Akukho bani uwaziyo loo mhla nelo lixa,+ azazi neengelosi zamazulu engazi noNyana, kodwa nguBawo kuphela.+ IZenzo 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wathi kubo: “Asikokwenu ukwazi amaxesha okanye amathuba+ uBawo awabeke ngegunya lakhe;+
36 “Akukho bani uwaziyo loo mhla nelo lixa,+ azazi neengelosi zamazulu engazi noNyana, kodwa nguBawo kuphela.+