Duteronomi 27:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “‘Uqalekisiwe osamkelayo isinyobo sokubetha abulale umphefumlo, igazi elimsulwa.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) Zekariya 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndandula ke ndathi kuwo: “Ukuba kulungile emehlweni enu,+ ndinikeni umvuzo wam; kodwa ukuba akunjalo, yekani.” Yaye wandihlawula umvuzo wam, amaqhosha esilivere angamashumi amathathu.+ Mateyu 26:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 waza wathi: “Niya kundinika ntoni ukuze ndimngcatshe kuni?”+ Bammisela amashumi amathathu amaqhosha esilivere.+ Luka 22:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Baba nemihlali baza bavuma ukumnika imali yesilivere.+ 1 Timoti 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ukuthanda+ imali yingcambu+ yazo zonke iintlobo zobubi,+ yaye ngenxa yokusukelana nolo thando bambi baye balahlekana nokholo, bezingxwelerha ngeentlungu ezininzi.+
25 “‘Uqalekisiwe osamkelayo isinyobo sokubetha abulale umphefumlo, igazi elimsulwa.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’)
12 Ndandula ke ndathi kuwo: “Ukuba kulungile emehlweni enu,+ ndinikeni umvuzo wam; kodwa ukuba akunjalo, yekani.” Yaye wandihlawula umvuzo wam, amaqhosha esilivere angamashumi amathathu.+
15 waza wathi: “Niya kundinika ntoni ukuze ndimngcatshe kuni?”+ Bammisela amashumi amathathu amaqhosha esilivere.+
10 Kuba ukuthanda+ imali yingcambu+ yazo zonke iintlobo zobubi,+ yaye ngenxa yokusukelana nolo thando bambi baye balahlekana nokholo, bezingxwelerha ngeentlungu ezininzi.+