Mateyu 26:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 Kodwa uPetros waqhubeka emlandela kumgama othe qelele, ukuya kufikelela kwintendelezo+ yombingeleli omkhulu, kwaye, emva kokuba engene ngaphakathi, wahlala nabalindi bendlu ukuze abone umphumo.+ Yohane 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke kaloku uSimon Petros kwakunye nomnye umfundi babemlandela uYesu.+ Loo mfundi wayesaziwa ngumbingeleli omkhulu, waza wangena kunye noYesu entendelezweni yombingeleli omkhulu,
58 Kodwa uPetros waqhubeka emlandela kumgama othe qelele, ukuya kufikelela kwintendelezo+ yombingeleli omkhulu, kwaye, emva kokuba engene ngaphakathi, wahlala nabalindi bendlu ukuze abone umphumo.+
15 Ke kaloku uSimon Petros kwakunye nomnye umfundi babemlandela uYesu.+ Loo mfundi wayesaziwa ngumbingeleli omkhulu, waza wangena kunye noYesu entendelezweni yombingeleli omkhulu,