Mateyu 26:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 Kodwa uPetros waqhubeka emlandela kumgama othe qelele, ukuya kufikelela kwintendelezo+ yombingeleli omkhulu, kwaye, emva kokuba engene ngaphakathi, wahlala nabalindi bendlu ukuze abone umphumo.+ Marko 14:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Kodwa uPetros, ekumgama othe qelele, wamlandela+ ukuya kufikelela kwintendelezo yombingeleli omkhulu; yaye wayehleli ndawonye nabalindi bendlu esotha umlilo oqaqambileyo. Luka 22:54 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 Ngoko bambamba baza bamqhuba+ bamsa kwindlu yombingeleli omkhulu;+ kodwa uPetros wayelandela mgama.+
58 Kodwa uPetros waqhubeka emlandela kumgama othe qelele, ukuya kufikelela kwintendelezo+ yombingeleli omkhulu, kwaye, emva kokuba engene ngaphakathi, wahlala nabalindi bendlu ukuze abone umphumo.+
54 Kodwa uPetros, ekumgama othe qelele, wamlandela+ ukuya kufikelela kwintendelezo yombingeleli omkhulu; yaye wayehleli ndawonye nabalindi bendlu esotha umlilo oqaqambileyo.
54 Ngoko bambamba baza bamqhuba+ bamsa kwindlu yombingeleli omkhulu;+ kodwa uPetros wayelandela mgama.+