Mateyu 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kamva, ngoxa wayengqendeve etafileni endlwini,+ khangela! kwafika abaqokeleli berhafu naboni abaninzi baza bangqendeva noYesu nabafundi bakhe. Luka 5:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 ULevi wamenzela itheko elikhulu lolwamkelo endlwini yakhe; yaye kwakukho isihlwele esikhulu sabaqokeleli berhafu nabanye ababekunye nabo bengqendeve esidlweni.+
10 Kamva, ngoxa wayengqendeve etafileni endlwini,+ khangela! kwafika abaqokeleli berhafu naboni abaninzi baza bangqendeva noYesu nabafundi bakhe.
29 ULevi wamenzela itheko elikhulu lolwamkelo endlwini yakhe; yaye kwakukho isihlwele esikhulu sabaqokeleli berhafu nabanye ababekunye nabo bengqendeve esidlweni.+