Mateyu 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kamva, ngoxa wayengqendeve etafileni endlwini,+ khangela! kwafika abaqokeleli berhafu naboni abaninzi baza bangqendeva noYesu nabafundi bakhe. Marko 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kamva wangqendeva etafileni endlwini yakhe, yaye abaqokeleli berhafu+ naboni abaninzi babengqendeve noYesu nabafundi bakhe, kuba kwakukho abaninzi babo yaye baqalisa ukumlandela.+ Luka 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke kaloku bonke abaqokeleli berhafu+ naboni+ basondela kuye ukuze bamve.
10 Kamva, ngoxa wayengqendeve etafileni endlwini,+ khangela! kwafika abaqokeleli berhafu naboni abaninzi baza bangqendeva noYesu nabafundi bakhe.
15 Kamva wangqendeva etafileni endlwini yakhe, yaye abaqokeleli berhafu+ naboni abaninzi babengqendeve noYesu nabafundi bakhe, kuba kwakukho abaninzi babo yaye baqalisa ukumlandela.+