Luka 23:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko badanduluka, besithi: “Bethelela! Mbethelele!”+ Yohane 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, xa ababingeleli abaziintloko namagosa bambonayo, bakhwaza, besithi: “Mbethelele! Mbethelele!”+ UPilato wathi kubo: “Mthabatheni nina nize nimbethelele, kuba andifumani nasiphi na isiphoso kuye.”+
6 Noko ke, xa ababingeleli abaziintloko namagosa bambonayo, bakhwaza, besithi: “Mbethelele! Mbethelele!”+ UPilato wathi kubo: “Mthabatheni nina nize nimbethelele, kuba andifumani nasiphi na isiphoso kuye.”+