Luka 23:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kwaye abantu bema bekhangele.+ Kodwa abalawuli babemsinekela, besithi: “Wabasindisa abanye; makazisindise+ naye, ukuba unguKRISTU kaThixo, Lowo Unyuliweyo.”+
35 Kwaye abantu bema bekhangele.+ Kodwa abalawuli babemsinekela, besithi: “Wabasindisa abanye; makazisindise+ naye, ukuba unguKRISTU kaThixo, Lowo Unyuliweyo.”+