Mateyu 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UYesu wajika waza, emphawula, wathi: “Yomelela, ntombi; ukholo lwakho lukuphilisile.”+ Kwaye ukususela ngelo lixa lomfazi waphila.+ Marko 5:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wathi yena kuye: “Ntombi, ukholo lwakho lukuphilisile. Hamba ngoxolo,+ uze uphile kwisifo sakho esibuhlungu.”+ Luka 7:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Kodwa wathi emfazini: “Ukholo lwakho lukusindisile;+ hamba ngoxolo.”+
22 UYesu wajika waza, emphawula, wathi: “Yomelela, ntombi; ukholo lwakho lukuphilisile.”+ Kwaye ukususela ngelo lixa lomfazi waphila.+
34 Wathi yena kuye: “Ntombi, ukholo lwakho lukuphilisile. Hamba ngoxolo,+ uze uphile kwisifo sakho esibuhlungu.”+