Marko 10:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Yaye uYesu wathi kuye: “Hamba, ukholo lwakho lukuphilisile.”+ Ngoko nangoko wabuya wabona,+ waza wamlandela.+ Luka 7:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Kodwa wathi emfazini: “Ukholo lwakho lukusindisile;+ hamba ngoxolo.”+ Luka 17:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Waza wathi kuye: “Phakama uhambe; ukholo lwakho lukuphilisile.”+ Luka 18:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ngoko uYesu wathi kuye: “Buya ubone; ukholo lwakho lukuphilisile.”+ IZenzo 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Lo mntu wayephulaphule uPawulos ethetha, owathi yena, ekhangele ngenyameko kuye yaye ebona ukuba wayenokholo+ olungamenza aphile,
52 Yaye uYesu wathi kuye: “Hamba, ukholo lwakho lukuphilisile.”+ Ngoko nangoko wabuya wabona,+ waza wamlandela.+
9 Lo mntu wayephulaphule uPawulos ethetha, owathi yena, ekhangele ngenyameko kuye yaye ebona ukuba wayenokholo+ olungamenza aphile,