Mateyu 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa akazange abe neentlobano zokwazana+ naye de wazala unyana;+ waza wambiza ngokuba nguYesu+ igama lakhe. Luka 1:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 kwintombi enyulu eyayithembisene ngomtshato nendoda egama linguYosefu yendlu kaDavide; yaye igama lentombi enyulu+ lalinguMariya.+
25 Kodwa akazange abe neentlobano zokwazana+ naye de wazala unyana;+ waza wambiza ngokuba nguYesu+ igama lakhe.
27 kwintombi enyulu eyayithembisene ngomtshato nendoda egama linguYosefu yendlu kaDavide; yaye igama lentombi enyulu+ lalinguMariya.+