Mateyu 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa ukuzalwa kukaYesu Kristu kwaba ngale ndlela. Ngoxa unina uMariya wayethembisene+ ngomtshato noYosefu, wafunyanwa emithi ngomoya oyingcwele+ ngaphambi kokuba bamanyane Luka 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ukuya kubhaliswa kunye noMariya,+ owayenikelwe kuye ngokwesithembiso somtshato,+ ngoku owayenzima.+
18 Kodwa ukuzalwa kukaYesu Kristu kwaba ngale ndlela. Ngoxa unina uMariya wayethembisene+ ngomtshato noYosefu, wafunyanwa emithi ngomoya oyingcwele+ ngaphambi kokuba bamanyane
5 ukuya kubhaliswa kunye noMariya,+ owayenikelwe kuye ngokwesithembiso somtshato,+ ngoku owayenzima.+