IMizekeliso 26:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngemilebe yakhe othiyayo uzenza angaqondakali, kodwa ngaphakathi ubeka inkohliso.+ Mateyu 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa uYesu, ebazi ubungendawo babo, wathi: “Kutheni nindivavanya nje, bahanahanisindini?+ Marko 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Sifanele sihlawule, okanye sifanele singahlawuli kusini na?”+ Efumanisa uhanahaniso lwabo, wathi kubo: “Kutheni nindivavanya nje? Ndiziseleni idenariyo ukuze ndiyikhangele.”+
15 Sifanele sihlawule, okanye sifanele singahlawuli kusini na?”+ Efumanisa uhanahaniso lwabo, wathi kubo: “Kutheni nindivavanya nje? Ndiziseleni idenariyo ukuze ndiyikhangele.”+