Roma 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Nikani bonke oko kubafaneleyo, lowo kufuneka irhafu kuye, mnikeni irhafu;+ lowo kufuneka unikelo kuye, mnikeni unikelo; lowo kufuneka uloyiko kuye, mnikeni uloyiko olo;+ lowo kufuneka imbeko kuye, mnikeni imbeko leyo.+ Tito 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Qhubeka ubakhumbuza ukuba balulamele+ baze bathobele oorhulumente namagunya alawulayo,+ balungele wonke umsebenzi olungileyo,+ 1 Petros 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngenxa yeNkosi zithobeni+ kuyo yonke indalo engabantu:+ enoba kukukumkani+ njengowongamileyo,
7 Nikani bonke oko kubafaneleyo, lowo kufuneka irhafu kuye, mnikeni irhafu;+ lowo kufuneka unikelo kuye, mnikeni unikelo; lowo kufuneka uloyiko kuye, mnikeni uloyiko olo;+ lowo kufuneka imbeko kuye, mnikeni imbeko leyo.+
3 Qhubeka ubakhumbuza ukuba balulamele+ baze bathobele oorhulumente namagunya alawulayo,+ balungele wonke umsebenzi olungileyo,+