Mateyu 22:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Bathi: “NgokaKesare.” Wandula ke wathi kubo: “Ngoko ke, buyiselani izinto zikaKesare kuKesare, kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+ Marko 12:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wandula ke uYesu wathi: “Buyiselani izinto zikaKesare kuKesare,+ kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+ Kwaye bamangaliswa nguye.+ Luka 23:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko bammangalela,+ besithi: “Lo mntu simfumene ebhukuqa+ uhlanga lwethu, ekwalela ukuhlawulwa kwerhafu+ kuKesare, esithi yena unguKristu ukumkani.”+
21 Bathi: “NgokaKesare.” Wandula ke wathi kubo: “Ngoko ke, buyiselani izinto zikaKesare kuKesare, kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+
17 Wandula ke uYesu wathi: “Buyiselani izinto zikaKesare kuKesare,+ kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+ Kwaye bamangaliswa nguye.+
2 Ngoko bammangalela,+ besithi: “Lo mntu simfumene ebhukuqa+ uhlanga lwethu, ekwalela ukuhlawulwa kwerhafu+ kuKesare, esithi yena unguKristu ukumkani.”+