IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 3:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kodwa ukuba akunjalo, makwazeke kuwe, kumkani, ukuba asiyi kubakhonza oothixo bakho, nomfanekiso wegolide owumisileyo asiyi kuwunqula.”+

  • Malaki 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Umntu wasemhlabeni angamphanga na uThixo? Kodwa nina niyandiphanga.”

      Nathi ke nina: “Sikuphange ngayiphi na indlela?”

      “Kwizishumi nakwiminikelo.

  • Marko 12:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Wandula ke uYesu wathi: “Buyiselani izinto zikaKesare kuKesare,+ kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+ Kwaye bamangaliswa nguye.+

  • Luka 20:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Wathi kubo: “Ngandlela zonke, ngoko, buyiselani izinto zikaKesare kuKesare,+ kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+

  • Luka 23:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko bammangalela,+ besithi: “Lo mntu simfumene ebhukuqa+ uhlanga lwethu, ekwalela ukuhlawulwa kwerhafu+ kuKesare, esithi yena unguKristu ukumkani.”+

  • Roma 13:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Nikani bonke oko kubafaneleyo, lowo kufuneka irhafu kuye, mnikeni irhafu;+ lowo kufuneka unikelo kuye, mnikeni unikelo; lowo kufuneka uloyiko kuye, mnikeni uloyiko olo;+ lowo kufuneka imbeko kuye, mnikeni imbeko leyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share