Genesis 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yonke into eyindoda kuni eneentsuku ezisibhozo ubudala imele yaluswe,+ ngokwezizukulwana zenu, nabani na ozelwe endlwini naye nabani na othengwe ngemali kuye nabani na ongowasemzini ongenguye owembewu yakho. Levitikus 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngosuku lwesibhozo iya kwaluswa ijwabi.+ Galati 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa ke lithe lakuzaliseka ixesha,+ uThixo wathumela uNyana wakhe,+ owaphuma emfazini+ waza waba phantsi komthetho,+
12 Yonke into eyindoda kuni eneentsuku ezisibhozo ubudala imele yaluswe,+ ngokwezizukulwana zenu, nabani na ozelwe endlwini naye nabani na othengwe ngemali kuye nabani na ongowasemzini ongenguye owembewu yakho.
4 Kodwa ke lithe lakuzaliseka ixesha,+ uThixo wathumela uNyana wakhe,+ owaphuma emfazini+ waza waba phantsi komthetho,+