Genesis 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yonke into eyindoda kuni eneentsuku ezisibhozo ubudala imele yaluswe,+ ngokwezizukulwana zenu, nabani na ozelwe endlwini naye nabani na othengwe ngemali kuye nabani na ongowasemzini ongenguye owembewu yakho. Genesis 21:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye uAbraham wamalusa uIsake unyana wakhe xa wayeneentsuku ezisibhozo ubudala, kanye njengoko uThixo wamyalelayo.+ Luka 1:59 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 59 Kwathi ngomhla wesibhozo beza kumalusa umntwana oselula,+ yaye babeza kumbiza ngegama likayise, uZekariya. Luka 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Zakuzaliseka iintsuku ezisibhozo+ zokuba aluswe,+ wakwabizwa ngegama elinguYesu,+ gama elo awayebizwe ngalo yingelosi phambi kokuba akhawulwe esibelekweni.+ Yohane 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngenxa yesi sizathu uMoses uninike ulwaluko+—ingekuko ukuba luvela kuMoses, kodwa ikukuba luvela kookhokho+—yaye niyamalusa umntu ngesabatha.
12 Yonke into eyindoda kuni eneentsuku ezisibhozo ubudala imele yaluswe,+ ngokwezizukulwana zenu, nabani na ozelwe endlwini naye nabani na othengwe ngemali kuye nabani na ongowasemzini ongenguye owembewu yakho.
4 Yaye uAbraham wamalusa uIsake unyana wakhe xa wayeneentsuku ezisibhozo ubudala, kanye njengoko uThixo wamyalelayo.+
59 Kwathi ngomhla wesibhozo beza kumalusa umntwana oselula,+ yaye babeza kumbiza ngegama likayise, uZekariya.
21 Zakuzaliseka iintsuku ezisibhozo+ zokuba aluswe,+ wakwabizwa ngegama elinguYesu,+ gama elo awayebizwe ngalo yingelosi phambi kokuba akhawulwe esibelekweni.+
22 Ngenxa yesi sizathu uMoses uninike ulwaluko+—ingekuko ukuba luvela kuMoses, kodwa ikukuba luvela kookhokho+—yaye niyamalusa umntu ngesabatha.