IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 17:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Nguwo lo umnqophiso wam enimele niwugcine, ophakathi kwam nani, nembewu yakho emva kwakho:+ Yonke into eyindoda kuni imele yaluswe.+

  • Genesis 21:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye uAbraham wamalusa uIsake unyana wakhe xa wayeneentsuku ezisibhozo ubudala, kanye njengoko uThixo wamyalelayo.+

  • Roma 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye wafumana umqondiso,+ oko kukuthi, ulwaluko, njengetywina lobulungisa ngokholo awayenalo ngoxa wayengalukanga, ukuze abe nguyise+ wabo bonke abo banokholo+ ngoxa bengalukanga, ukuze babalelwe ebulungiseni;

  • Filipi 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ndaluka ngomhla wesibhozo,+ ndiphuma kumnombo wentsapho yakwaSirayeli, kwisizwe sakwaBhenjamin,+ ndingumHebhere ozelwe kumaHebhere;+ ngokomthetho ndingumFarisi;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share