IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 17:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yonke into eyindoda kuni eneentsuku ezisibhozo ubudala imele yaluswe,+ ngokwezizukulwana zenu, nabani na ozelwe endlwini naye nabani na othengwe ngemali kuye nabani na ongowasemzini ongenguye owembewu yakho.

  • Levitikus 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngosuku lwesibhozo iya kwaluswa ijwabi.+

  • Luka 2:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Zakuzaliseka iintsuku ezisibhozo+ zokuba aluswe,+ wakwabizwa ngegama elinguYesu,+ gama elo awayebizwe ngalo yingelosi phambi kokuba akhawulwe esibelekweni.+

  • Yohane 7:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngenxa yesi sizathu uMoses uninike ulwaluko+—ingekuko ukuba luvela kuMoses, kodwa ikukuba luvela kookhokho+—yaye niyamalusa umntu ngesabatha.

  • IZenzo 7:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Wakwamnika nomnqophiso wolwaluko;+ yaye ngaloo ndlela wazala uIsake+ waza wamalusa ngosuku lwesibhozo,+ noIsake waba ngokaYakobi, noYakobi waba ngoweentloko-ntsapho ezilishumi elinesibini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share