Mateyu 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Emva kokuba ebhaptiziwe uYesu ngoko nangoko wenyuka emanzini; yaye, khangela! amazulu avuleka,+ waza wabona umoya kaThixo usihla njengehobe+ phezu kwakhe.+ Marko 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye ngoko nangoko akunyuka ephuma emanzini wabona amazulu esahlukaniswa, nomoya usihla phezu kwakhe njengehobe;+
16 Emva kokuba ebhaptiziwe uYesu ngoko nangoko wenyuka emanzini; yaye, khangela! amazulu avuleka,+ waza wabona umoya kaThixo usihla njengehobe+ phezu kwakhe.+
10 Yaye ngoko nangoko akunyuka ephuma emanzini wabona amazulu esahlukaniswa, nomoya usihla phezu kwakhe njengehobe;+