IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 45:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Eneneni uyinzwana ngaphezu koonyana babantu.+

      Emilebeni yakho kugalelwe umtsalane.+

      Kungenxa yoko le nto uThixo ekusikelele ukusa kwixesha elingenammiselo.+

  • Isaya 50:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 INkosi enguMongami uYehova indinike ulwimi lwabafundileyo,+ ukuze ndiyazi indlela yokuphendula odiniweyo ngelizwi.+ Iyandivusa iintsasa ngeentsasa; iyayivusa indlebe yam ukuze ive njengabafundileyo.+

  • Efese 4:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa mayibe lelilungele ukwakha njengoko kusenokuba yimfuneko, ukuze libanike oko kukholekileyo abevayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share