Mateyu 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 wafika wahlala kwisixeko esigama liyiNazarete,+ ukuze kuzaliseke oko kwakuthethwe ngabaprofeti kwathiwa: “Uya kubizwa ngokuba ngumNazarete.”+ Luka 18:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Bamxelela bathi: “Kudlula uYesu umNazarete!”+ Yohane 19:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UPilato wabhala kwanombhalo waza wawubeka kwisibonda sentuthumbo. Kwakubhalwe kwathiwa: “UYesu umNazarete uKumkani wamaYuda.”+ IZenzo 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Madoda akwaSirayeli, waveni la mazwi: UYesu umNazarete,+ indoda ekwaboniswa ngayo esidlangalaleni nguThixo kuni ngemisebenzi yamandla+ nemihlola nemiqondiso uThixo awayenzayo ngayo phakathi kwenu,+ kanye njengoko nani nisazi,
23 wafika wahlala kwisixeko esigama liyiNazarete,+ ukuze kuzaliseke oko kwakuthethwe ngabaprofeti kwathiwa: “Uya kubizwa ngokuba ngumNazarete.”+
19 UPilato wabhala kwanombhalo waza wawubeka kwisibonda sentuthumbo. Kwakubhalwe kwathiwa: “UYesu umNazarete uKumkani wamaYuda.”+
22 “Madoda akwaSirayeli, waveni la mazwi: UYesu umNazarete,+ indoda ekwaboniswa ngayo esidlangalaleni nguThixo kuni ngemisebenzi yamandla+ nemihlola nemiqondiso uThixo awayenzayo ngayo phakathi kwenu,+ kanye njengoko nani nisazi,