Mateyu 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ebeva, wathi: “Kubantu abasempilweni akufuneki gqirha,+ kodwa kwabagulayo uyafuneka. Marko 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Akukuva oku uYesu wathi kubo: “Kwabo bomeleleyo akufuneki gqirha, kodwa kwabo bagulayo uyafuneka. Ndize kubiza, kungekhona abantu abangamalungisa, kodwa aboni.”+
17 Akukuva oku uYesu wathi kubo: “Kwabo bomeleleyo akufuneki gqirha, kodwa kwabo bagulayo uyafuneka. Ndize kubiza, kungekhona abantu abangamalungisa, kodwa aboni.”+