IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 61:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 61 Umoya weNkosi enguMongami uYehova uphezu kwam,+ ngenxa yokuba uYehova undithambisele+ ukushumayela iindaba ezilungileyo kwabalulamileyo.+ Undithumele ukubopha abantliziyo zaphukileyo,+ ukubhengeza inkululeko kwabo bathinjweyo+ nokuvulwa kwamehlo amabanjwa;+

  • Mateyu 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ebeva, wathi: “Kubantu abasempilweni akufuneki gqirha,+ kodwa kwabagulayo uyafuneka.

  • Luka 5:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ekuphenduleni uYesu wathi kubo: “Kwabo baphilileyo akufuneki gqirha,+ kodwa kwabo bagulayo uyafuneka.+

  • Luka 19:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba uNyana womntu weza kufuna nokusindisa oko kulahlekileyo.”+

  • 1 Timoti 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Lithembekile yaye lifanelwe kukwamkelwa ngokupheleleyo ilizwi elithi+ uKristu Yesu weza ehlabathini ukuze asindise aboni.+ Ndingobalaseleyo kubo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share