IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 17:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wazolula phezu komntwana+ lowo izihlandlo ezithathu waza wabiza kuYehova wathi: “Owu Yehova Thixo wam, nceda, wenze umphefumlo+ walo mntwana ubuyele kuye.”

  • Luka 8:54
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 54 Kodwa wayibamba ngesandla waza wabiza, esithi: “Ntombazana, vuka!”+

  • Yohane 11:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 Waza akuba ezitshilo ezi zinto, wadanduluka ngelizwi elikhulu esithi: “Lazaro, phuma!”+

  • IZenzo 9:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Kodwa uPetros wakhuphela phandle+ wonke ubani, waguqa ngamadolo, wathandaza, waza waphethukela kwisidumbu wathi: “Tabhitha, vuka!” Wavula amehlo akhe waza, njengoko wayebona uPetros, wahlala nkqo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share