1 Kumkani 17:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ke kaloku uEliya wamthabatha umntwana wamehlisa kwigumbi eliseluphahleni wamsa endlwini wamnika unina; waza wathi uEliya: “Uyabona, unyana wakho uyaphila.”+ 2 Kumkani 4:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ke kaloku wabiza uGehazi wathi: “Biza lo mfazi womShunem.”+ Ngoko wambiza waza weza kuye. Wandula ke wathi: “Phakamisa unyana wakho.”+
23 Ke kaloku uEliya wamthabatha umntwana wamehlisa kwigumbi eliseluphahleni wamsa endlwini wamnika unina; waza wathi uEliya: “Uyabona, unyana wakho uyaphila.”+
36 Ke kaloku wabiza uGehazi wathi: “Biza lo mfazi womShunem.”+ Ngoko wambiza waza weza kuye. Wandula ke wathi: “Phakamisa unyana wakho.”+