Isaya 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke uYehova ngokwakhe uya kuninika umqondiso: Khangelani! Intombi+ okunene iya kumitha,+ izale unyana,+ ize imbize ngegama elinguImanuweli. Mateyu 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa akazange abe neentlobano zokwazana+ naye de wazala unyana;+ waza wambiza ngokuba nguYesu+ igama lakhe.
14 Ngoko ke uYehova ngokwakhe uya kuninika umqondiso: Khangelani! Intombi+ okunene iya kumitha,+ izale unyana,+ ize imbize ngegama elinguImanuweli.
25 Kodwa akazange abe neentlobano zokwazana+ naye de wazala unyana;+ waza wambiza ngokuba nguYesu+ igama lakhe.