Mateyu 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Khangela! Intombi enyulu+ iya kumitha, izale unyana, baze bambize ngegama elinguImanuweli,”+ elithetha ukuthi, xa liguqulelwe, “UThixo Unathi.”+ Luka 1:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ekuphenduleni ingelosi yathi kuye: “Umoya oyingcwele+ uya kukufikela, namandla Oyena Uphakamileyo aya kukusibekela. Ngenxa yeso sizathu kwanoko kuzalwayo kuya kubizwa ngokuba kungcwele,+ uNyana kaThixo.+
23 “Khangela! Intombi enyulu+ iya kumitha, izale unyana, baze bambize ngegama elinguImanuweli,”+ elithetha ukuthi, xa liguqulelwe, “UThixo Unathi.”+
35 Ekuphenduleni ingelosi yathi kuye: “Umoya oyingcwele+ uya kukufikela, namandla Oyena Uphakamileyo aya kukusibekela. Ngenxa yeso sizathu kwanoko kuzalwayo kuya kubizwa ngokuba kungcwele,+ uNyana kaThixo.+