IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 4:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Waza ke wakubeka phambi kwabo, badla, yaye kwabakho okusalayo ngokwelizwi likaYehova.+

  • INdumiso 145:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Amehlo onke akhangela kuwe ngethemba,+

      Kwaye uyabanika ukutya kwabo ngexesha lako.+

  • Mateyu 14:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngoko bonke badla banela, kwaza kwakuqokelelwa amaqhekeza aseleyo, azalisa iingobozi ezilishumi elinesibini.+

  • Marko 6:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 yaye baqokelela amaqhekeza, iingobozi ezilishumi elinesibini zazala, ngaphandle kweentlanzi.

  • Yohane 6:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngoko ke bawahlanganisela ndawonye, baza bazalisa iingobozi ezilishumi elinesibini ngamaqhekeza aphuma kwizonka ezihlanu zerhasi, awayesele kwabo babetyile.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share