Genesis 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye, akuba ebakhuphele ngaphandle kwaloo mmandla, yathi: “Baleka ngenxa yomphefumlo wakho!+ Musa ukukhangela emva+ yaye uze ungemi kuso sonke esi Sithili!+ Balekela kummandla weentaba kuba hleze utshayelwe!”+ Mateyu 10:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Lowo unomsa omkhulu ngakumbi ngoyise okanye ngonina kunam akandifanele mna; nalowo unomsa kakhulu ngakumbi ngonyana okanye ngentombi kunam akandifanele mna.+ Filipi 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bazalwana, andizigqali njengosele ekuzuzile; kodwa kukho into enye ngako: Ndiyazilibala izinto ezingasemva+ ndize ndolulele kwizinto ezingaphambili,+
17 Yaye, akuba ebakhuphele ngaphandle kwaloo mmandla, yathi: “Baleka ngenxa yomphefumlo wakho!+ Musa ukukhangela emva+ yaye uze ungemi kuso sonke esi Sithili!+ Balekela kummandla weentaba kuba hleze utshayelwe!”+
37 Lowo unomsa omkhulu ngakumbi ngoyise okanye ngonina kunam akandifanele mna; nalowo unomsa kakhulu ngakumbi ngonyana okanye ngentombi kunam akandifanele mna.+
13 Bazalwana, andizigqali njengosele ekuzuzile; kodwa kukho into enye ngako: Ndiyazilibala izinto ezingasemva+ ndize ndolulele kwizinto ezingaphambili,+