IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 9:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Abantu abangendawo+ baya kubuyela eShiyol,+

      Kwanazo zonke iintlanga ezimlibalayo uThixo.+

  • Isaya 14:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Noko ke, uya kuhliselwa eShiyol,+ kweyona mimandla ithe qelele emhadini.+

  • Hezekile 26:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 kanjalo ndiza kukuhlisa nabo behlayo baye emhadini kubantu bakudala,+ yaye ndiza kukubangela uhlale elizweni lasemazantsi,+ njengeendawo eziphanzileyo kangangexesha elide, kunye nabo behlayo baye emhadini,+ ukuze ungabi nabemi; yaye ndiza kubeka umhombiso elizweni labaphilayo.+

  • Mateyu 11:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Yaye wena, Kapernahum,+ ngaba mhlawumbi uya kuphakanyiselwa ezulwini? Uya kuhlela+ phantsi eHadesi;+ ngenxa yokuba ukuba imisebenzi yamandla eyenzeka kuwe yayenzeke eSodom, ngeyayihleli de kube ngulo mhla kanye.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share