Eksodus 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko ke ababingeleli abaqhelisela umlingo bathi kuFaro: “Ngumnwe+ kaThixo!”+ Kodwa yaba lukhuni intliziyo kaFaro,+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova. Mateyu 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kodwa ukuba ndizikhupha ngomoya kaThixo iidemon, ubukumkani bukaThixo ngokwenene bunifikele.+
19 Ngoko ke ababingeleli abaqhelisela umlingo bathi kuFaro: “Ngumnwe+ kaThixo!”+ Kodwa yaba lukhuni intliziyo kaFaro,+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.