Luka 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yakufika phambi kwayo yathi: “Bhota,+ wena ubabalwe kakhulu, uYehova+ unawe.”+ Luka 1:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 ngenxa yokuba uye wakhangela kwisigxina esiphantsi sekhobokazana lakhe.+ Kuba, khangela! ukususela ngoku zonke izizukulwana ziya kundibhengeza njengonoyolo;+
48 ngenxa yokuba uye wakhangela kwisigxina esiphantsi sekhobokazana lakhe.+ Kuba, khangela! ukususela ngoku zonke izizukulwana ziya kundibhengeza njengonoyolo;+