IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 17:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Wathi uThixo: “Eneneni uSara umfazi wakho uya kukuzalela unyana, yaye uze umthiye igama elinguIsake.+ Ndiza kuwumisa naye umnqophiso wam, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo kwimbewu yakhe emva kwakhe.+

  • Mika 7:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Uya kumnika inyaniso uYakobi, umnike ububele bothando uAbraham, obo wabufungela ookhokho bethu ukususela kwimihla yakudala.+

  • Galati 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ke kaloku izithembiso zenziwa kuAbraham+ nakwimbewu yakhe.+ Akuthiwa: “Nakwiimbewu,” njengakwimeko yezininzi, kodwa njengakwimeko yenye kuthiwa:+ “Nakwimbewu yakho,”+ enguKristu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share