Yohane 12:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngoxa nisenokhanyiso, bonisani ukholo kulo ukhanyiso, ukuze nibe ngoonyana bokukhanya.”+ UYesu wazithetha ezi zinto waza wemka wazifihla kubo. Efese 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kuba nanikhe nabubumnyama,+ kodwa ngoku nikukukhanya+ eNkosini. Qhubekani nihamba njengabantwana bokukhanya, 1 Tesalonika 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kuba nonke nina ningoonyana bokukhanya+ noonyana bemini.+ Asingabobusuku okanye abobumnyama.+
36 Ngoxa nisenokhanyiso, bonisani ukholo kulo ukhanyiso, ukuze nibe ngoonyana bokukhanya.”+ UYesu wazithetha ezi zinto waza wemka wazifihla kubo.
8 kuba nanikhe nabubumnyama,+ kodwa ngoku nikukukhanya+ eNkosini. Qhubekani nihamba njengabantwana bokukhanya,