Mateyu 26:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Okanye ucinga ukuba andinako ukubongoza uBawo andibonelele ngawo lo mzuzu ngemikhosi yeengelosi engaphezu kweshumi elinesibini?+ Yohane 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Noko ke, uYesu wathi kuPetros: “Lifake ikrele kwisingxobo salo.+ Indebe andinike yona uBawo, andifanele na ngandlela zonke ndiyisele?”+
53 Okanye ucinga ukuba andinako ukubongoza uBawo andibonelele ngawo lo mzuzu ngemikhosi yeengelosi engaphezu kweshumi elinesibini?+
11 Noko ke, uYesu wathi kuPetros: “Lifake ikrele kwisingxobo salo.+ Indebe andinike yona uBawo, andifanele na ngandlela zonke ndiyisele?”+