Yohane 20:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kodwa le iye yabhalwa phantsi+ ukuze nikholwe ukuba uYesu unguye uKRISTU uNyana kaThixo, nokuze, ngenxa yokukholwa,+ nibe nobomi ngegama lakhe. Yohane 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Lo ngulo mfundi+ unikela ubungqina ngezi zinto nowazibhalayo ezi zinto, yaye siyazi ukuba ubungqina abunikelayo buyinyaniso.+ 1 Yohane 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Oko kwaye kukho ukususela ekuqaleni,+ esiye sakuva,+ sakubona ngamehlo ethu,+ sakukhangela ngocoselelo saza sakuva+ nangezandla zethu,+ okuphathelele ilizwi lobomi,+
31 Kodwa le iye yabhalwa phantsi+ ukuze nikholwe ukuba uYesu unguye uKRISTU uNyana kaThixo, nokuze, ngenxa yokukholwa,+ nibe nobomi ngegama lakhe.
24 Lo ngulo mfundi+ unikela ubungqina ngezi zinto nowazibhalayo ezi zinto, yaye siyazi ukuba ubungqina abunikelayo buyinyaniso.+
1 Oko kwaye kukho ukususela ekuqaleni,+ esiye sakuva,+ sakubona ngamehlo ethu,+ sakukhangela ngocoselelo saza sakuva+ nangezandla zethu,+ okuphathelele ilizwi lobomi,+