IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 UYesu ke, ezazi iingcamango zabo,+ wathi: “Kutheni nicinga izinto ezingendawo nje ezintliziyweni zenu?+

  • Marko 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa uYesu, eqondile ngoko nangoko ngomoya wakhe ukuba babeqiqa ngaloo ndlela, wathi kubo: “Kutheni niqiqa ezi zinto ezintliziyweni zenu?+

  • Yohane 1:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 UNathaniyeli wathi kuye: “Undaze njani na?” Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Phambi kokuba uFilipu akubize, ngoxa ubuphantsi komkhiwane, ndikubonile.”

  • Yohane 6:64
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 64 Kodwa kukho abathile kuni abangakholwayo.” Kuba ukususela ekuqaleni uYesu wayesazi ukuba ngoobani na abo babengakholwa nokuba ngubani na lowo wayeya kumngcatsha.+

  • ISityhilelo 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Yaye abantwana bakhe ndiza kubabulala ngesibetho esibulalayo, khon’ ukuze onke amabandla azi ukuba ndingulowo uphengulula izintso neentliziyo, ndinike elowo ngokwezenzo zenu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share